Agent E37! Nolitha Letras:[Chorus]
Mhlakazenzi qha hayaBazal bakhe,
andithandi buso bakh'obune rhwaybhan'imilenzakhe,
egoso yomibin'okwalamazembhe katatakhe,
haysuka mbi weth'wandifuni kophulintliziyo yakhe
[x2]
[Verse 1]
Ndihleli ekoneni ndonwabile namajita,
kukhala iGospel ka Lusanda thina siya jita,
andithethi ngo Shwi, abantwana sasba tshama.
Ndaziqaphela ngo 12 kanti ndisanxibi pyjama,
but kwe gqi umtana igama lakhingu NOLITHA,
ebonakalehambhu kuba lo uyathintitha,
indlelaz petya nganywibonisubu ndwebe gqitha,
nda fleytha wandihoya esfubenune 10 Litre,
kwanqabukuzulisa nge speed ndabulisa,
ndizulisa ngencoko ndi renovetor esentloko wathi
"BHUTU YANDILIBAZISA NGOCOTHISI NGATHI NGOWUKHAWULEZISA COZ UZONDI VOMITHISA"
ndothuka ndabanda ngele cawe ndiyak thanda wathi
"OKEY! NDIKUVILE MANDIKBONE NGENYIMINI BUT,
NAM NDIYAKUTHANDA QHA AWLOTSHOTSHO MNA NDIFUNIZI GANTSONTSO EZIJIMA NGE BOTSOTSO"
okugqiba wandidima ndagijimukuyo jima,
[Más Letras en es.mp3lyrics.org/iieZ]awuna picture pha endlini ndilifta ndisindwa zi payti,
ndzobangena ndizi foste yindlala phantsi kwe bhatyi,
amajitokebemile ekhangelelidlalayo,
aznceda ngongalboni kunzima kothandanayo (xawthandanayo)
ezibuhlungu aziphel'u verse 2 ndiyeza naye ah, u verse 2 ndiyeza naye (yeye)
[Chorus x2]
[Verse 2]
Namhlanje ndiyom checker ndmekoneni ndbethi FLATE,
andqondubuyvile ngoba zyafundekeli PLATE,
kodwa ndinalwithembha ngobazkothulwa I PEYTIE (yeah!)
ndama phuma phandle godola yahambhi KATE,
waphuma phandleyo chithamanzi enxibi nity ne skirt,
waza kum encumile wathi bhutandfumaneki,
ndlelantle bhut kantshontshwana intliziywinga kruneki,
kwaphuma uTATAkhe sisamile sobabin'ephethamazembhamabini,
wabuza ku Nolitha
"YEY WENA NGUBANI LENTWANA YENZINTO ZOPHAMBHANELA ZIBHALWE MADE IN BOTSWANA"
ndothuka ndantantaze'lu Nolithe de wathintitha,
yathi kum latayma "JONGAPHA KWEDINI,
NDAKUQWENGA NDAKUBENGA NDAKUSONGA NDAKULOLA"
wandiyeka ndagoduka, ndafika endlini ndathandaza kwehlukothuka,
ndinga bhilivi nyani kula ngonyama ndaphoncuka?
yayindilambhelokwe ngcukifuni gusha 4 ucuka.
u Nolitha wandifowunela 4undixelelubu yisebezdlalela,
ndathi "JONGAPHA KE SANA, ZIBHALWE MADE IN BOTSWANA INDAWO YOPHAMBHANELA"
[Chorus x2]Letras: Nolitha Agent E37! [final]